Description
The novel "Inkaba" is about a man named Mguqulwa who neglects his ancestral rituals while living in Johannesburg. This leads to trouble for him and he must find a way to reconnect with his roots. The author emphasizes the importance of ancestral traditions and their impact on the lives of the Xhosa people.
UMguqulwa wenza budenge bokufulathela amawabo, ikhaya, kwakunye nezinyanya ngokutshipha eGoli. Uqhawula lonke unxibelelwano nezizalwana zakhe, kodwa ngelishwa uye afumane ubizo kunyanzeleke ukuba agoduke. Umbhali uvuselela ingqondo zethu ngokubaluleka kwezinyanya kuthi maXhosa njengoko zikukufa nokuphila kuthi. This gripping novel revolving around Mguqulwa, who finds himself in trouble by forgetting about his ancestral rituals whilst living an urban life in Johannesburg.