LCD: Isalathiso Sokuthenga

Refine Results
Back to:
Buying Guides
Xhosa
Filter by Manufacturer
Filter by High Definition
Full (141)
Ready (104)

Other Categories

LCD: Isalathiso Sokuthenga

LCD (Liquid Crystal Display) yinto yokuqala ekhawulezayo emakhayeni ethu.Yinto yokuqala xa ufuna ukuthenga okanye ukubukela umabonakude.Ukukhetha elungileyo iLCD ka Mabonakude kungayinto engalulanga, zingahluka ngezinto ezininzi kwanangayo nemali.U Pricecheck ukuphathela eyonandlela ichaza Oomahluko kunye nezinye izinto ozifumana kule LCD  ka Mabonakude apho uzakuthi ukhethe ekufaneleyo ne thandwa nguwe.

 

Umehluko bobukhulu bayo

I LCD ka mabonakude inomahluko abaninzi bobukhulu.i LCD ne Plasma mabonakude ziyafana xa usebenzisa ububanzi. Ububanzi obunye bulingana ne 2.5cm.Kubalulekile ukuthenga obukufaneleyo ubukhulu be LCD  ka mabonakude,kodwa ukunika ukwaluleko ngobukhulu kunzima kuba amava ngokubukela umabonakude buxhomekeke emntwini. Kodwa ke sizamile ukubonisa ukuba uthathe isigqibo ngokukubonisa kule tafile ingaphantsi ukwenza ukhethe umehluko ngobukhulu obufanele wena.

 


Widescreen TV 16:9 screen size

Minimum distance from screen

Maximum distance from screen

Ububanzi

CM

Meters

Meters

20

50.8

0.85

1.70

26

66.0

1.00

2.00

30

76.2

1.15

2.30

34

86.3

1.30

2.60

42

106.6

1.60

3.20

46

116.8

1.80

3.60

50

126.9

1.90

3.80

55

139.6

2.10

3.90

60

152.3

2.30

4.60

65

165.0

2.45

4.95

 

Regular TV 4:3 screen size diagonal

Minimum distance from screen

Maximum distance from screen

Ububanzi

CM

Meters

Meters

13

33.0

0.80

1.60

19

48.2

1.15

2.30

20

50.8

1.20

2.45

24

60.9

1.45

2.95

27

68.5

1.65

3.30

32

81.2

1.95

3.90

36

91.4

2.20

4.50

40

101.5

2.45

4.90

 

Uhlobo lomfanekiso

LCD ka mabonakude usoloko enomphambili ocwecwe. Uncedo lwayo kukuba uhlobo ebonakalisa ngayo lungaphantsi. Uhlobo lomfanekiso lungohluka kweziyne Ii LCD ka mabonakude. Oku kungabangelwa kukuba ixhomekeke kakhulu ezintweni ezininzi. Ezinye zezozinto zezi:

Contrast ratio

I Contrast ratio ngumlinganiso womahluko phakathi kobumhlophe nobumnyama kunye nimibala ekuyo ngaphambili, okanye abantu abamhlophe okanye abamnyama kumabonakude. Xa iphezulu  I contrast ratio kungona elungile umabonakude wakho. I contrast ratio kufuneka icaciswe ngoluhlobo 1000:1. Lento ichaza ukuba inani lamanyathelo athatyathiweyo ukusuka ebumnyameni ukuyokutsho ebumhlopheni ayi 1000.

Ukukhazimla

Ukukhazimla bomphambili bulinganiswa ne Candela okanye i ‘cd’. Lonto ichaza ukuba ixabiso lokukhanya kufuneka liboniswa ngoluhlobo cd /m2. Ukukhanya bobumhlophe ukuba konyuka njalo sisiqhelo somfanekiso. 300 cd ichaza ukuba iphantsi kakhulu noxa u 600 yena echaza ixabiso eliphezulu.

Ixesha lokuphendula

I LCD ka mabonakude isebenza ngokusebenzisa into ekuthiwa yi liquid crystals ngokuthi kubekho I backlight shinning emva kwayo. Lonto ibangela le LCD ibenokulibaziseka. Xa kukho into ibaleka kakhulu phambi komphambili we LCD kulibazisa ukuba mayibonakalise imifanekiso ngoxa wona umphambili ungakwazi ukunyamelakzela oku. Lonto icaciswa ngokuba yi “artifacting”-Ukukhawuleza kwexesha lokuphendula kungoko kekwenza le “artifacting”.Kanti ke ezindala zona iimodels ixesha lokuphendula kwazo yi ten milliseconds okanye ngaphezulu koko. Ukuba imali iyakuvumela, obona buchule iyakuba yi LCD ka mamonakude ixesha layo lokuphendula liqikelelwa kwi 5 milliseconds (5ms). Le “artifacting” yeyona ine gama eliqaqambileyo kwi LCD TV,kungoko ke kubaluleke uku khetha enomfanekiso ongaphezulu kwe 30 okanye 35 yobubanzi.

Resolution

Imayelana nobungakanani bamachokoza amabalabala imifanekisweni. I Pixel (amachokoza amancinane) agqale kwindawo enye kwisikhuselo sikamabonakude, The resolution of an LCD TV is determined by the number of pixels in each dimension that can be displayed. The higher the resolution, the higher the detail the picture holds.
The resolution of LCD TVs is increasing. 1366x768 is the most common resolution. A resolution of 1920x1080 is also know as full HD. At this resolution the image density is so high that the picture quality is very sharp, almost like a photograph. Blu-ray and HD-DVD players are ready to run at a resolution of 1920x1080. The newest generation game consoles such as Xbox360 and the Playstation 3 also support this standard.

HD ka Mabonakude

Kuba iyeyokuqala ukuveliswa inenkcazo ephezulu ngalomabonakude (HDTV) ibeyinto ebalulekileyo kuye wonke umthengi kamabonakude. Emzantsi Afrika ibhunga le SABC kunye ne Multi choice bavavanya usasazo lwe HDTV kwiziphaluka zase mzantsi afrika,kodwa zombini zilumkise uluntu ukuba lingalindeli imveliso ye HDTV phambi konyaka ka 2009.

Lo umabonakude ukhoyo isignali yakhe ifumaneka kwintambo zikamabonakude zoqhagamishelwano eziyi 576. Isignali ingabizwa mgokuba yi (HD) njengomabonakude osebenza ngoku gqwesileyo xa isignali ifikelela  ku 720 ezintanjeni zoqhagamishelwano.

nothingnothing
DVI connection HDMI connection

Interlaced (i) or Progressive (P)

 Ziqulathe iintambo zoqhagamishelwano kumanani athenqo namanani aleleyo. Kunendlela  ezimbini ezahlukahlukaneyo zokuhlaziya ezintambo zoqhagamishelwano.Zonke iintambo zoqhagamishelwano zidweliswe ziqala ku 1 umzekelo1080 (1920 x 1080). ). When a screen refreshes this signal using interlaced (i) scan, the LCD TV first refreshes all even lines(2-4-6...) and then all odd lines (1-3-5...).When the signal is refreshed using Progressive Scan (P), the horizontal and vertical lines are replaced simultaneously. The picture quality at a resolution of 1920x1080P is therefore better than the picture quality of 1920x1080i. Many manufacturers supply a 1920x1080P screen. The chip which supplies the signal can sometimes only deliver up to 1080i (interlaced). Because of this it is often unclear whether a screen really has 1080p.

 

Isandi:

Isandi yenze yezinto ezibalulekileyo kakhulu kulo mabonakude oyi LCD. Ii LCD ezinomphambili ongaphezulu kwe 26 inch zine sandi esimamelekayo. Isithethi sona sidityaniswe nomphambili kodwa kukhona nomnye umabonakude oyi LCD TVS onesithethi esidityaniswayo. Uhlobo lwesandi oluphezulu lwe LCD TVS lukishiya usafuna ukuyimamela. Ukuba uyasithanda isandi esiphezulu, lo ngoyena ukufaneleyo imabonakude oyiLCD umdibanise nomculo womboniso bhanyabhanya kunye ne audio system. Abaninzi omabonakude abazi LCD banendlela yokudityaniswa ngendlela.

 

Amandla:

Amandla ewasebenzisayo le LCD abalelwa kumashumi amabini ngcono kunale yakuqala eyayibizwa ngokuba yiCathoderay tube (CRT) mabonakude. I LCD ithatha amandla amakhulu kwaye axhomekeke kubukhulu bomphambili nokukhanya kwesikhuseli sayo.

 

Ukudityaniswa:

Ukuba uzokudibanisa umabonakude kwiDVD player,DSTV okanye olunye uhlobo, nceda qala ujonge inani nohlobo olo ukuba luyahambelana nomabonakude wakho. Ii LCD ezininzi zine SCART (Syndicat Francais de constructeurs Appareils Ratio at Television) ezidityaniswe ne video yokudityaniswa. Umdibaniso sele iyeyona nto ixhaphakileyo. Gcina engqondweni ukuba zonke ezizinto zisebenzisa indlela ye-analogue ukuqhagamishalena kwayeungakhe uve ukwaphulukana nobunjani bayo xa uyisebenzisa.Kungenxa yokuba idigitali signali (umzekelo) kufuneka iguqulelwe  kwi analogue DVI (digital Video Interface). Ezintlobontkobo zonxebelelwano ziyakukunika isignali engcono njengokokungekho sinyanzelo senguqulelo. Inxalenye yomabonakude abasandula ukuveliswa  be LCD bakhiwe ngohlobo olulodwa ukuze bakwazi ukunxibelelana okanye ukusebenzisa kwikhomputha nakwilephuthophu.

 

nothing
Component connection

nothing
S-Video connection

nothing
Scart connection

nothing
RGB connection
Accessories

 

Warranties

Ukuba utyala imaliyakho oyisebenzele nzima kumabonakude we LCD, kengoko kyakuba ngumqondo omhle  ukuba ujonge I warranty. Inxalenye yamashishini ikunika i-warranty yoyaka omnye kwimveliso zabo. Oomabonakude be LCD bafuna inkathalo kungoko kungcono ukuba umntu ufuna ukuthenga i-warranty eyongezelelweyo. I warranty eyongezelweyo ziye ibezeze nkontilaka ekukhusela xakukho into efuna ukulungiswa okanye I back light ingaba nokubiza kakhulu.Ukuba ufuna ukongeza i-warranty qinisekisa ukuba uyifuma kwi nkampani enyanisekileyo nezakubonisa usoloko usemandleni ngalo lonke ixesha. I warranty eyongezelelweyo ayisoze I yikhusele I LCD mabonakude wakho ukuba umthengisi akayichazanga kwi Authorised Dealer.

 

Inzuzo kwa ilishwa lwayo

Inzuzo: Flat panel (LCD and Plasma) xa uthelekisa nomabonakude besiqhelo

 

·       Kulula ukuyibukela: I  Flat panel zikamabonakude zibonisa ngokufanayo ne LCD’s kunye ne plasma zinokukhanya okuphezulu ka uthelekisa no mabonakude abaqhelekileyo. Oku kuchaza ukuba iLCD ka mabonakude igqwese ka kakhulu xa ise ndaweni ekhanyayo.

·    The display is multi-functional: I  LCD kamabonakude iyi monitha,ezizintsha ziyakwazi ukubonisa ngohlobo lwe HDTV okanye omabonakude abaqhelekiyo.

·      Ixesha elihlalayo: Uqikelelo le xesha ilihlalayo libonisa uyokufika kwi 60,000 lwe yure. Oku kuchaza ukusa ungayibukela uyokutsho kwi yure ezisibhozo ngosuku oku kuthetha ukuba ungayigcina iyokufika kuma shumi amabini.

 

Ilishwa: I Flat panel (LCD kunye ne plasma) xa uzithelekisa no mabonakude abaqhelekileyo

·         I Flat panel zibiza kakhulu ngokwa sezimalini

 

Inzuzo :LCD xa uthelekisa ne plasma

·         Ibonisa lakuhle izithunzi okwe khompuyutha.

·         Iyafumaneka na  ngendlela ezincinci

·         Zinamaxabiso aphantsi ezo zinga phantsi kwe 30 intshi

·         Ziyathanda ukutsha umphambili xa zihleli ixesha zilayitiwe.

 

Iishwa:I LCD uyithelekisa ne plasma

 

·         Artifacting (image delay problem)

·         Iyabiza kakhulu xa ingaphezulu kwe 35 intshi

·         Digital looking picture, colours look less natural

 

Zikhethele oyithandayo

U Pricecheck ukuphathela  indlela elula yokukhetha into oyifunayo nalapho unokuyifumana khona. Ungakhetha phakathi ngokulingana kunye namagama azo.

 

Khangela izinto ozifunayo usebenzisa u Pricecheck ekunene lwesiboniso sakho (screen). Compare prices from dozens of South African online shops
Consult the product information on the product specification page
Product reviews inform you on both the positive and negative experiences of PriceCheck users.
Shop reviews and rating allows you too see how other Pricecheck users rated their experience with a particular shop.
Shops can earn a maximum of five stars.

 







Most popular products in this category

 

Recently added products

 


PriceTags
Toshiba 47WL66 47" LCD TV MAXDORF 20" (51cm) LCD TV Sony "sansui lcd tv tv samsung tv lcd samsung 42" lcd 42" Sony LCD 40 hdtv wharfedale lcd tv lg lcd tv sony bravia lcd tv samsung panasonic Full HD 42" lcd tv plasma 19'' LCD TV LG LCD 1080p 40" 37" Philips 42" Full HD LCD TV 1920 x 1080p 100Hz, sharp Full HD LCD TV Sony Bravia 32" U-Series HD Ready LCD TV (KLV-32U300A) telefunken 32" LCD TV sony lcd 40 hd tv samsung 32" sinotec lcd Philips 47PFL7422_98 47" HDTV LCD TV samsung sinotec 42" MP-42T27 led led tv LG 42" LCD Panasonic Viera TX-32LE7 32" LCD TV sinotec SAMSUNG 32" LCD TV LA32R81 samsung lcd tv LCD TV LG 32 inch LCD TV Samsung LA32R81W 32" HD LCD TV 32" lcd tvs hisense lcd tv 32 inch LCD TV LG Scarlet